untitled (45 of 152)

Sisipho Butana, 20 year old girl from Walmer Township.

Yintoni into onondixelela yona abantu abangayaziyo ngobomi bakho?

Sisipho: Abangayazi?… hmm, andinaMama, andimazi uTatawam. UMamawam wasweleka ndifunda ibanga lesine. Ndiyendahlala noTamkhulu wam.

Sipho: Uziva kanjani kengoku?

Sisipho: I don’t really care, seriously ebengekho ebomini bam.

Sipho: Nam ndikhule ngaphandle ko Tatawam. uMamawam ebesela kakhulu. Ndikhuliswe nguMakhulu wam.

Sisipho:Ukhule ngaphandle koMamawakho?

Sipho: Ha.a bendihlala naye. Yintoni into ebuhlungu eyenzeka ebomini nabo?

Sisipho: Ayikho ngaphandle kolahlekelwa nguMamawam.


English translation:

What can you tell me that people don’t know about your life?

Sisipho: They don’t know?… hmm, I don’t have a mother and I don’t know my father. My mother died when I was in grade four. I stayed with my grandfather since then.

Sipho: How do you feel about that?

Sisipho: I don’t really care, seriously he was not present in my life.

Sipho: I grew up without a father also, my mother used to drink. I was raised by my grandmother.

Sisipho: Did you grow up without your mother?

Sipho: No, I stayed with my mother. What is the painful thing that has happened in your life?

Sisipho: Nothing besides losing my mother.